- 海量精品新游抢先体验
- 热门游戏礼包免费领
- 快速下载节约38%下载时间
- 绿色安全高速下载
Tyisa isigebenga (isiXhosa)加速器游戏介绍
Tyisa isigebenga (isiXhosa)加速器游戏简介
Tyisa isigebenga ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha! YINTONI I-TYISA ISIGEBENGA? Tyisa isigebenga isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni. YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO! Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory. IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA • Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana • Letter tracing games to aid reading and writing Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala • Imidlalo yokukhumbula yesigama • Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela • Ingxelo yophuhliso kubazali • Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye • Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo • Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo • Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo • Akukho ntengiso • Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana. SINGOOBANI NA KE THINA? Tyisa isigebenga eyayixhaswa ngu-Norwegian Ministry of Foreign Affairs , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – The Center for Educational Technology, and IRC – The International Rescue Committee. Tyisa isigebenga yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa isigebenga kwiilwimi ezili-100 ezithintekayo kwihlabathi jikelele. ----- Feed The Monster teaches children the fundamentals of reading in isiXhosa. Collect monster eggs and feed them letters so they can grow into new friends! WHAT IS FEED THE MONSTER? Feed The Monster uses proven ‘play to learn’ techniques to engage kids and help them learn to read. Children enjoy collecting and growing pet monsters while learning reading fundamentals. FREE TO DOWNLOAD, NO ADS, NO IN APP PURCHASES! All content is 100% free, created by literacy nonprofits Curious Learning, CET, and Apps Factory. GAME FEATURES TO PROMOTE READING SKILLS: • Fun and engaging phonics puzzles • Letter tracing games to aid reading and writing • Vocabulary memory games • Challenging “sound only” levels • Parental progress report • Multi-users login for individual user progress. • Collectable, evolvable, and fun monsters • Designed to promote socio-emotional skills • No in-app purchases • No ads • No internet connection needed DEVELOPED BY EXPERTS FOR YOUR CHILD. The game is based on years of research and experience into the science of literacy. It incorporates key skills for literacy, including Phonological Awareness, Letter Recognition, Phonics, Vocabulary, and Sight Word Reading so kids can develop a strong foundation for reading. Built around the concept of caring for a collection of monsters, it is designed to encourage empathy, perseverance and socio-emotional development for children.
Tyisa isigebenga (isiXhosa)加速器介绍
biubiu加速器,一款专业手游加速器,一键解决手游网络卡顿、延迟、掉线、加载缓慢等问题,提高手游网络的稳定性,彻底告别影响游戏体验的一系列网络问题,为您游戏上分之旅保驾护航!
Tyisa isigebenga (isiXhosa)加速器特色
目前biubiu可加速海内外近3000款游戏,无论是人气火爆的头部游戏,还是小众游戏,都一应俱全,满足各类玩家需求。同时biubiu紧跟潮流,新开服的热门游戏都会在第一时间支持加速,各方面都做到快速、优质。